2
Asizamkeli iifomu namaxwebhu athe angeniswa nge-imeyile • Emva kokuba uye wabhalisa njengohlelelekileyo, kuyokufuneka ukuba uphinde wenze isicelo rhoqo emva kweenyanga ezili-12 ukususela kumhla wokuphunyezwa kweso sicelo. Nangona kunjalo, ukuba uneminyaka ubudala engama-60 okanye nangaphezulu, isicelo sakho siyakuthi sihlale sisemthethweni kude luqingqo-maxabiso lukamasi pala olulandelayo kwipropati yakho apho kusetyenziswe uQingqo-maxabiso ngokuphangaleleyo, apho kulindeleke ukuba lib semthethweni kude ibengowama-30 kweyeSilimela 2019 okanye kude kube kumiselwa uQingqo-maxabiso olongezelelweyo. Ngaphambi kokuba uphinde ufake isicelo, kufuneka uhlawule yonke imali oyityalayo kumasipala. Ingaba zisebenza njani izaphulelo zerhafu zobuhlali kwabo bantu bangaphezulu kuma-60 okanye abo bakhubazekileyo? • Abo badla umhlalaphantsi abaneminyaka engama-60 ubudala okanye nangaphezulu nabo bagogeke amalungu omzimba (abakhubazekileyo) abafumana umvuzo wama-R4 000 okanye ngeneno bangane- lungelo lesaphulelo kwiintlawulo zobuhlali se-100% • Abo badla umhlalaphantsi abaneminyaka engama-60 ubudala okanye nangaphezulu nabo bagogeke amalungu omzimba abafumana umvuzo wama- R4 001 kodwa kungekho ngaphezulu kwe-R15 000 bangan elungelo lesaphulelo kwiintlawulo zobuhlali esiphakathi kwe-10% nama-95%. UXHAMLO LABO BAHLELELEKILEYO NEZAPHULELO KWIIRHAFU ZOBUHLALI CAPETOWN.GOV.ZA /INDIGENTBENEFITS FOLLOW @ CITYOFCT Xa uye wabhaliswa, isicelo sakho siyakuthi sihlale sisemthethweni kude kube luqingqo-maxabiso lukamasipala olulandelayo kwipropati yakho apho kusetyenziswe uQingqo-maxabiso ngokuphangale leyo, apho kulindeleke ukuba libesemthethweni kude ibengowama-30 kweyeSilimela 2019 okanye kude kube kumiselwa uQingqo-maxabiso olongezelelweyo. Ngaphambi kokuba uphinde ufake isicelo, kufuneka uhlawule yonke imali oyityalayo kumasipala. Yeyiphi imibutho engafdaka isicelo sesaphulelo kwiirhafu okanye kwiintlawulko zobuhlali? Imibutho engajonganganga-nzuzo neyokuxhamla koluntu inganelungelo lesaphule lo kwiintlawulo zobuhlali le-100% kwaye kucinywe amatyala abo ngokommiselo omnye (kungaphind wa kwenziwe) Imibutho yezemidlalo inganakho ukubanelungelo lokufumana isaphulelo kwiintlawulo esili-100% kwakhona amatyala abo angekahlawulwa acinywe ngokommmiselo omnye osisigxina Abo baqinisekisiweyo ababonelela ngeentente zokuhlala (iisheltha) abo bangenamakhaya banganelungelo lokufumana isaphulelo kwiintlawulo zobuhlali esili-100%.

CAPETOWN.GOV.ZA/INDIGENTBENEFITSresource.capetown.gov.za/documentcentre/Documents/Graphics and... · rhoqo emva kweenyanga ezili-12 ukususela kumhla wokuphunyezwa kweso sicelo. Nangona

Embed Size (px)

Citation preview

• Asizamkeli iifomu namaxwebhu athe angeniswa nge-imeyile • Emva kokuba uye wabhalisa njengohlelelekileyo, kuyokufuneka ukuba uphinde wenze isicelo rhoqo emva kweenyanga ezili-12 ukususela kumhla wokuphunyezwa kweso sicelo. Nangona kunjalo, ukuba uneminyaka ubudala engama-60 okanye nangaphezulu, isicelo sakho siyakuthi sihlale sisemthethweni kude luqingqo-maxabiso lukamasi pala olulandelayo kwipropati yakho apho kusetyenziswe uQingqo-maxabiso ngokuphangaleleyo, apho kulindeleke ukuba lib semthethweni kude ibengowama-30 kweyeSilimela 2019 okanye kude kube kumiselwa uQingqo-maxabiso olongezelelweyo. Ngaphambi kokuba uphinde ufake isicelo, kufuneka uhlawule yonke imali oyityalayo kumasipala. Ingaba zisebenza njani izaphulelo zerhafu zobuhlali kwabo bantu bangaphezulu kuma-60 okanye abo bakhubazekileyo?

• Abo badla umhlalaphantsi abaneminyaka engama-60 ubudala okanye nangaphezulu nabo bagogeke amalungu omzimba (abakhubazekileyo) abafumana umvuzo wama-R4 000 okanye ngeneno bangane- lungelo lesaphulelo kwiintlawulo zobuhlali se-100% • Abo badla umhlalaphantsi abaneminyaka engama-60 ubudala okanye nangaphezulu nabo bagogeke amalungu omzimba abafumana umvuzo wama- R4 001 kodwa kungekho ngaphezulu kwe-R15 000 bangan elungelo lesaphulelo kwiintlawulo zobuhlali esiphakathi kwe-10% nama-95%. UXHAMLO LABO

BAHLELELEKILEYO NEZAPHULELOKWIIRHAFU ZOBUHLALI

C APETOWN.GOV.ZA / INDIGENTBENEFITS

FOLLOW @CITYOFCT

• Xa uye wabhaliswa, isicelo sakho siyakuthi sihlale sisemthethweni kude kube luqingqo-maxabiso lukamasipala olulandelayo kwipropati yakho apho kusetyenziswe uQingqo-maxabiso ngokuphangale leyo, apho kulindeleke ukuba libesemthethweni kude ibengowama-30 kweyeSilimela 2019 okanye kude kube kumiselwa uQingqo-maxabiso olongezelelweyo. Ngaphambi kokuba uphinde ufake isicelo, kufuneka uhlawule yonke imali oyityalayo kumasipala.

Yeyiphi imibutho engafdaka isicelo sesaphulelo kwiirhafu okanye kwiintlawulko zobuhlali?

• Imibutho engajonganganga-nzuzo neyokuxhamla koluntu inganelungelo lesaphule lo kwiintlawulo zobuhlali le-100% kwaye kucinywe amatyala abo ngokommiselo omnye (kungaphind wa kwenziwe) • Imibutho yezemidlalo inganakho ukubanelungelo lokufumana isaphulelo kwiintlawulo esili-100% kwakhona amatyala abo angekahlawulwa acinywe ngokommmiselo omnye osisigxina

• Abo baqinisekisiweyo ababonelela ngeentente zokuhlala (iisheltha) abo bangenamakhaya banganelungelo lokufumana isaphulelo kwiintlawulo zobuhlali esili-100%.

ISixeko saseKapa sizimisele ukwakha iSixekoesikhathalayo apho senza kangangoko sinakoukunceda abo balufaneleyo uncedo.

Ukuba umvuzo wakho wekhaya uwonke ungama-R6 000 okanye ungeneno kunoku ngenyanga,ungafumana izaphulelo kwiinkonzo ezithile ezithizinikezelwe siSixeko (inkxaso kwabahlelekileyo).

Izaphulelo kwiirhafu nokuthuthwa kwenkunkumaezijoliswe kuye nabani okuyo nayiphina iminyakayokuzalwa:

OFUMANA UMVUZO:

• ongama-R4 000 okanye ongeneno = 100% • ophakathi kwama- R4 001 ne-R5 000 = 75% • ophakathi kwama- R5 001 ne-R5 500 = 50%

• ophakathi kwama- R5 501 ne-R6 000 = 25%

Ngubani onokufaka isicelo senkxaso kwabobahlelelekileyo?

UNGASIFAKA ISICELO UKUBA:

• ungumnini wekhaya • ufumana umvuzo ongama-R6 000 okanye ngeneno ngenyanga. • ungumnikazi wepropati enye kuphela• ungumhlali osisigxina welo khaya • usebenzisa ikhaya lakho ubukhulu becala kwimibandela engokuhlala (ubukhulu bosetyenziso lokuhlala olungama-60% bobukhulu bendlu okanye ipropati) • ungumntwana ohlala kwikhaya lomzali wakho ongasekhoyo, okanye

• ufumene indlu ngokwesivumelwano soqhawulo-mtshato

Nceda uqaphele

Ukuba utyala umasipala imali unganelungelo lokuba licinywe lonke elo tyala lakho okanye lirhoxiswe. Oku kusebenza kuphela xa usebenzisa iimitha zombane ezihlawulelwa kwangaphambi kokuba uzisebenzise ne-sixhobo solawulo lokusetyenziswa kwamanzi. Njengenx-al’enye yezaphulelo kwabo bahlelelekileyo, ezi zixhobo ziyakuthi zifakelwe fele-fele kwipropati yakho. Ukuba sele wenze isicelo sesaphulelo kwiirhafu njengenkonde okanye njengalawo ukhubazekileyo siyakuthi sirhoxiswe sithathelwe indawo sezibonelelo kwabo bahlelelekileyo.Ndisingenisa kanjani isicelo?

INYATHELO 1:

Fumana kwikhompyutha (dawunlowuda) ukuba ufumane ifomu engeSicelo seNkxaso kwabo bahlelelekileyo kwa capetown.gov.za/indigentbenefits okanye ufumane ifo-mu le kwi-ofisi kamasipala ekufutshane nawe.

Kokufuneka uquke oku kulandelayo kwisicelo sakho: • ikopi eqinisekisiweyo yencwadana yesazisi (ikopi ye-ID) okanye ikhadi lesazisi

• ingxelo yasebhankini enge-akhawunti yakho yesithuba sakalokunje seenyanga ezintathu okanye i-afidavithi echazayo ukuiba akunayo i-akhawunti yasebhankini SEseebnyaaz

• ingxelo engebhondi yakho yesithuba sakalokunje seenyanga ezintathu okanye i-afidavithi echazayo ukuba akunayo i-akhawunti yaebhondi • Ukuba ufumene indlu njengelifa, kokufuneka ikopi yamaxwebhu ongokulilifa

Ukuba uqeshiwe, nceda kwakhona uquke okukulandelayo kwisicelo sakho:

• isiliphu sakalokunje esingomvuzo okanye ileta evela kumqeshi wakho ecacisa ngomvuzo wakho • ukuba uziqeshile, kufuneka i-afidavithi efungelweyo ecacisa ukuba ufumana umvuzo ongakanani na ngenyanga • ubungqina xa ngaba ufumana isibonele lo sokukhubazeka, isibonelelelo sezent lalontle okanye sezomhlalaphantsi

Ukuba akuqeshiwanga, nceda kwakhona uqukeoku kulandelayo kwisicelo sakho:

• i-afidavithi efungelweyo ecacisa ukuba awuqeshwanga • i-afidavithi efungelweyo ecacisa ukuba awunawo umvuzo ongomnye

INYATHELO 2:

Emva kokuba uye wayigcwalisa ifomu, yingenise kuyo nayiphina i-ofisi kamasipala okanye amaxwebhu lawo uwaposele kwa:

Revenue:Debt Management, City of Cape Town,PO BOX 655, Cape Town, 8000.

• Ukuba ifomu yakho uyayiposa, khumbula ukuba kufuneka ithumele ikopi eqinisekisiweyo yesazisi sakho (ikopi ye-ID) okanye ubungqina obungobunye bokuzasiza hayi ubuqu bencwadi leyo yesazisi.