UQeqesho lwe-Microsoft® Office
PowerPoint® 2007Yila incwadi yokusebenzela
yakho yokuqala
Iziqulatho zezifundo• Ushwankathelo: Qalisa ngeziseko
• Isifundo 1: Yila izilayidi zakho
• Isifundo 2: Khetha umxholo, yongeza isiqulatho esithe vetshe
• Isifundo 3: Prufa, printa, uze ulungiselele umboniso
Isifundo ngasinye siqulethe uluhlu lweethaski ezicetyisiweyo kunye noluhlu lwemibuzo yovavanyo.
Ushwankathelo: Qalisa ngeziseko
Ingaba uceliwe ukuba uhlanganise iprizenteyishini ye-PowerPoint, kodwa awuqinisekanga ukuba uqalise njani na?
Esi sifundo siza kukufundisa yonke into odinga ukuyazi ukuyila nokwenza iprizenteyishini.
Uza kufumanisa ukuba ziyilwa njani na izilayidi, ukufaka isiqulatho kuwo, futhi uzenze zibukeke kakuhle. Ngoko ke uya kukwazi ukulungiselela iinowuthsi nezinikezelo zesithethi nokulungela ukuziprizenta.
Imigomo yesifundo• Yila izilayidi futhi wongeze iteksti.
• Fakela imifanekiso nesinye isiqulatho.
• Sebenzisa umxholo wayo yonke inkangeleko yeprizenteyishini.
• Printa izinikezelo neenowuthsi.
• Lungiselela ukunikeza umboniso.
Isifundo 1:
Yila izilayidi zakho
Yila izilayidi zakhoLo ngukrwaqu kwifestile ye-PowerPoint.
Esi sifundo siya kukunika intshayelelo kwifestile futhi sikuncede uzive ukonwabele ukusebenza apho.
Kwakhona uya kubona ukuba zongezwa njani na izilayidi ezitsha, ukukhethwa koyilo lwesilayidi, nokongezwa kweteksti kwanokusetyenziswa kwezilayidi kwakhona kwenye iprizenteyishini.
Okokugqibela, uya kufumanisa ukuba zilungiselelwa njani na iinowuthsi njengoko uyila umboniso, ukukhangela kuzo xa uprezenta.
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihlokwana
Cofa ukongeza iinowuthsi
Yazana nendawo yakho yokusebenzelaLo ngumboniso ovula kuqala kwi-PowerPoint. Kuthiwa ngumboniso oQhelekileyo.
Usebenza apha ukuyila izilayidi.
1
2
I pheyini yesilayidi iyindawo enkulu embindini. Usebenza ngqo kule ndawo yesilayidi.
Kwisilayidi, iibhokisi ezinemida echokoziweyo kuthiwa izibambi-ndawo. Apha kulapho uyitayipha khona iteksti yakho, ufakele iathi, okanye wongeze esinye isiqulatho.
Kukho iindawo ezintathu ezingundoqo zomboniso oQhelekileyo.
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihlokwana
Cofa ukongeza iinowuthsi
123
4
Yazana nendawo yakho yokusebenzelaLo ngumboniso ovula kuqala kwi-PowerPoint. Kuthiwa ngumboniso oQhelekileyo.
Usebenza apha ukuyila izilayidi.
Ekhohlo kukho ezincinane, okanye i-thumbnail, iintlelo zezilayidi ezikwiprezenteyishini yakho, zikunye nale usebenza kuyo iqaqanjisiwe. Le ndawo kuthiwa yi iZilayidi thebhu.
Kukho iindawo ezintathu ezingundoqo zomboniso oQhelekileyo.
3
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihlokwana
123
Cofa ukongeza iinowuthsi 4
Yazana nendawo yakho yokusebenzelaLo ngumboniso ovula kuqala kwi-PowerPoint. Kuthiwa ngumboniso oQhelekileyo.
Usebenza apha ukuyila izilayidi.
Kwindawo esezantsi yi pheyini yeenowuthsi, apho utayipha khona iinowuthsi oya kukhangela kuzo ngelixa uprezentayo.
Kukho iindawo ezintathu ezingundoqo zomboniso oQhelekileyo.
4
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihlokwana
123
Cofa ukongeza iinowuthsi 4
Yongeza izilayidi ezitshaXa i-PowerPoint ivula, kukho isilayidi esinye kuphela kumboniso.
Wongeza ezinye izilayidi.
Eyona ndlela icace kakhulu yokongeza isilayidi esitsha kukucofa iSilayidi Esitsha kwi eKhaya thebhu, njengoko ubonisa umfanekiso.
iKhaya iKhaya
Yongeza izilayidi ezitshaXa i-PowerPoint ivula, kukho isilayidi esinye kuphela kumboniso.
Wongeza ezinye izilayidi.
Kukho iindlela ezimbini zokusebenzisa i iSilayidi Esitsha qhosha:
1 Ukuba ucofa indawo ephezulu yeqhosha, apho kukho iayikhoni yesilayidi, isilayidi esitsha songezwa ngoko nangoko ngaphantsi kwesilayidi esikhethwe kwi iZilayidi thebhu.
iKhaya iKhaya
Yongeza izilayidi ezitshaXa i-PowerPoint ivula, kukho isilayidi esinye kuphela kumboniso.
Wongeza ezinye izilayidi.
Kukho iindlela ezimbini zokusebenzisa i iSilayidi Esitsha qhosha:
2 Ukuba ucofa indawo esezantsi yeqhosha, ufumana igalari ye iziyilo lwesilayidi. Ukhetha uyilo, size isilayidi sifakelwe nolo yilo.
iKhaya iKhaya
Yongeza izilayidi ezitshaUkuba wongeza isilayidi ngaphandle kokukhetha uyilo, i-PowerPoint isebenzisa esinye ngokuzenzekelayo.
Ungalutshintsha ukuba uyafuna: Cofa ekunene isilayidi esinoyilo ofuna ukulutshintsha, uze walathe ku uYilo.
iKhaya iKhaya
Chonga iziyilo zezilayidiIsilayidi uyilo silungisa isiqulatho sesilayidi sakho.
Umzekelo, unokufuna zombini uluhlu kunye nomfanekiso okwisilayidi, okanye umfanekiso kunye ne-caption.
Iziyilo ziqulethe iintlobo ezahlukileyo zezibambi-ndawo namalungiselelo ezibambi-ndawo ukuxhasa nokuba siyintoni na isiqulatho sakho.
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihlokwana
Cofa ukongeza iteksti
Chonga iziyilo zezilayidiUmfanekiso ubonisa iziyilo eziqalwa yi-PowerPoint ngokuzenzekelayo.
1
2
U Isihloko seSilayidi uyilo, oluboniswe apha njengoko lukhangeleka njalo kwiziyilo zegalari, lusetyenziswa kwisilayidi sokuqala kumboniso (eso besikade silapho ukuqalisa kwakho).
Kwisilayidi, uyilo lweSihloko seSilayidi siqulethe izibambi-ndawo zezihloko nezihlokwana.
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihlokwana
Cofa ukongeza iteksti
Chonga iziyilo zezilayidiUmfanekiso ubonisa iziyilo eziqalwa yi-PowerPoint ngokuzenzekelayo.
Uyilo mhlawumbi oya kulusebenzisa kakhulu kwezinye izilayidi kuthiwa iSihloko neSiqulatho, nasi siboniswe njengoko sikhangeleka kwigalari yeziyilo.
3
4 Kwisilayidi, olu yilo lunesibambi-ndawo sesilayidi sesihloko, nokwesibini, isibambi-ndawo seenjongo zonke esiqulethe iteksti kwakunye neeayikhoni ezininzi.
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihloko
Cofa ukongeza isihlokwana
Cofa ukongeza iteksti
Tayipha iteksti yakhoKwisibambi-ndawo seenjongo zonke sibonisiwe ngaphambili, ungongeza iielementi zegrafiki okanye iteksti.
Masithethe ngeteksti.
1
2
Ungasebenzisa amanqanaba ahlukileyo eteksti ngaphakathi kwezintlu ezineebhulethi ukwenza amanqaku amancinci ngaphantsi kwamanqaku amakhulu.
KwiRibhoni, sebenzisa imiyalelo ekwi iFonti qela ukutshintsha ukufomathwa kweekharektha, njengombala wefonti nesayizi.
Ukufomatha kosilelo lweteksti lululuhlu oluneebhulethi.
iKhaya
Lorem IpsumDolor sit amet
Consectetuer adipiscing elitDonec euismod Mattis augue
Class aptent Taciti sociosqu
Tayipha iteksti yakhoKwisibambi-ndawo seenjongo zonke sibonisiwe ngaphambili, ungongeza iielementi zegrafiki okanye iteksti.
Masithethe ngeteksti.
3 Sebenzisa imiyalelo ekwi uMhlathi qela ukutshintsha ukufomatha imihlathi, njengokufomatha uluhlu, ukuqhawuka itekisi, nokwenza izithuba zemigca.
Ukufomatha kosilelo lweteksti lululuhlu oluneebhulethi.
Lorem IpsumDolor sit amet
Consectetuer adipiscing elitDonec euismod Mattis augue
Class aptent Taciti sociosqu
iKhaya
Fakela izilayidi ezisuka kwenye iprizenteyishiniUnokudinga ukusebenzisa izilayidi ezisuka kwiprizenteyishini ekhoyo kumboniso wakho.
Nantsi into yokwenziwa:
1
2
Kwi eKhaya thebhu, cofa utolo olusecaleni ku iSilayidi Esitsha, ngokungathi ubuya kufakela isilayidi esitsha futhi ukhethe uyilo lwaso kuqala.
Ngaphantsi kwegalari yoyilo, cofa Sebenzisa iZilayidi kwakhona.
iKhaya
iZilayidi ezisuka kwi-Outline
Sebenzisa iZilayidi kwakhona
Sebenzisa iZilayidi kwakhona
Fakela iZilayidi ezivela: C:\iiPrizenteyishini...
Bhrawuza
Esitsha
Dyuplikheyitha eziKhethiweyo iZilayidi
iSilayidi
Fakela izilayidi ezisuka kwenye iprizenteyishiniUnokudinga ukusebenzisa izilayidi ezisuka kwiprizenteyishini ekhoyo kumboniso wakho.
Nantsi indlela yokwenza:
3 Kwi Sebenzisa iZilayidi kwakhona pheyini yethaski, ngaphantsi Fakela isilayidi esivela, cofa Brawuza ukufumana iprezenteyishini okanye ilayibrari yezilayidi enezilayidi ozifunayo. Uze ucofe utolo ukuvula ezo zilayidi zikwipheyini yethaski.
iKhaya
iZilayidi ezisuka kwi-Outline
Sebenzisa iZilayidi kwakhona
Sebenzisa iZilayidi kwakhona
Bhrawuza
Esitsha
Dyuplikheyitha eziKhethiweyo iZilayidi
iSilayidi
Fakela iZilayidi ezivela: C:\iiPrizenteyishini...
Fakela izilayidi ezisuka kwenye iprizenteyishiniUnokudinga ukusebenzisa izilayidi ezisuka kwiprizenteyishini ekhoyo kumboniso wakho.
Nantsi indlela yokwenza:
Xa ufumana isilayidi osifunayo, qaphela i Gcina ukufomatha kwemvelaphi bhokisi yokukhangela kumphantsi kakhulu wepheyini. Ukuba ufuna ukugcina inkangeleko efana nqwa yezilayidi ozifakayo, qiniseka ukuba ibhokisi yokukhangela ikhethiwe ngaphambi kokuba ufakele isilayidi.
4
iKhaya
iZilayidi ezisuka kwi-Outline
Sebenzisa iZilayidi kwakhona
Sebenzisa iZilayidi kwakhona
Bhrawuza
Esitsha
Dyuplikheyitha eziKhethiweyo iZilayidi
iSilayidi
Fakela iZilayidi ezivela: C:\iiPrizenteyishini...
Fakela izilayidi ezisuka kwenye iprizenteyishiniUnokudinga ukusebenzisa izilayidi ezisuka kwiprizenteyishini ekhoyo kumboniso wakho.
Nantsi indlela yokwenza:
Cofa isilayidi ngasinye ofuna ukusifakela. Ngasinye sikhutshelwe kwiprezenteyishini evulekileyo, ngaphantsi isilayidi esikhethiweyo ngokunje okanye ngaphantsi kwekhesa yakho, ukuba uyibeke ngaphantsi kwe-thumbnail yesilayidi.
5
iKhaya
iZilayidi ezisuka kwi-Outline
Sebenzisa iZilayidi kwakhona
Sebenzisa iZilayidi kwakhona
Bhrawuza
Esitsha
Dyuplikheyitha eziKhethiweyo iZilayidi
iSilayidi
Fakela iZilayidi ezivela: C:\iiPrizenteyishini...
Yila iinowuthsi zesithethiSebenzisa iinowuthsi zesithethi ukucacisa kumanqaku akwisilayidi.
Iinowuthsi ezilungileyo zingakunceda ugcine izihlwele zakho zixakekile kwaye kuthintele ukuxinana kweteksti ekwisilayidi.
1
2
Njengoko uphuhlisa umxholo okwizilayidi zakho, tayipha iinowuthsi zakho kwipheyini yeenowuthsi, ngaphantsi kwesilayidi.
Ungayandisa ipheyini yeenowuthsi ukuze kube lula ukusebenza kuyo ngokurhuqa ibha yokwahlukanisa.
Lorem ipsum dolor sit ametFusce suscipit molestie miNam eleifend dignissim nisl
Yila iinowuthsi zesithethiSebenzisa iinowuthsi zesithethi ukucacisa kumanqaku akwisilayidi.
Iinowuthsi ezilungileyo zingakunceda ugcine izihlwele zakho zixakekile kwaye kuthintele ukuxinana kweteksti ekwisilayidi.
3 Iinowuthsi zakho zigcinwe kwiphepha leenowuthsi, eliqulethe ikopi yesilayidi kunye neenowuthsi. Eli liphepha oliprintayo ukubhekisela kulo njengoko unika iprizenteyishini.
Lorem ipsum dolor sit ametFusce suscipit molestie miNam eleifend dignissim nisl
Iziphakamiso zomsebenzi 1. Ziqhelanise neendawo zefestile ye-PowerPoint.
2. Tayipha iteksti.
3. Yongeza izilayidi ezitsha.
4. Navigeyitha futhi wongeze iteksti eninzi.
5. Sebenzisa iziqhawuko zeteksti nokufomatha.
6. Sebenza ngeteksti yofakelo lweteksti ngokuzenzekelayo.
7. Tayipha ubone iinowuthsi.
Uvavanyo 1, umbuzo 1Kwifestile ye-PowerPoint, yeyiphi eyona ndawo ingundoqo yokongeza isiqulatho sesilayidi? (Chonga impendulo ibe nye.)
1. I iZilayidi thebhu, apho zikhoyo ii-thumbnail zezilayidi, ekhohlo le-window.
2. Ipheyini yeenowuthsi.
3. Ipheyini yesilayidi, kumbindi wefestile.
Uvavanyo 1, umbuzo 1: ImpenduloIpheyini yesilayidi, kumbindi wefestile.
Sebenza kwipheyini yesilayidi ukongeza iteksti, imifanekiso, iimilo, iifayili zemidiya, okanye esinye isiqulatho kwizilayidi zakho.
Uvavanyo 1, umbuzo 2Xa usongeza isilayidi esitsha, ulukhetha njani uyilo okokuqala? (Chonga impendulo ibe nye.)
1. Kwi eKhaya thebhu, cofa umphezulu wesiqingatha se iSilayidi Esitsha qhosha.
2. Kwi eKhaya thebhu, cofa umphantsi wesiqingatha se iSilayidi esitsha qhosha, apho lukhoyo utolo.
3. Cofa ekunene i-thumbnail yesilayidi kwi iZilayidi thebhu, uze ucofe iSilayidi Esitsha.
Uvavanyo 1, umbuzo 2: ImpenduloKwi eKhaya thebhu, cofa umphantsi wesiqingatha se iSilayidi Esitsha qhosha, apho lukhoyo utolo.
Ukucofa utolo kubonisa uyilo lwezilayidi. Xa ukhetha esinye, isilayidi sifakelwa nolo yilo.
Uvavanyo 1, umbuzo 3Yeyiphi indlela ekhawulezileyo yokutshintsha uyilo lwangoku lwezilayidi ngoyilo olwahlukileyo? (Chonga impendulo ibe nye.)
1. Cofa umphantsi wesiqingatha se iSilayidi Esitsha thebhu kwi eKhaya thebhu.
2. Cofa ekunene isilayidi esinoyilo ofuna ukulutshintsha, uze walathe ku uYilo.
Uvavanyo 1, umbuzo 3: ImpenduloCofa ekunene isilayidi esinoyilo ofuna ukulutshintsha, uze walathe ku uYilo.
Oku kuvula igalari yeziyilo. Ucofa enye ukuyisebenza kwesinye isilayidi. Enye indlela kukukhetha i-thumbnail yesilayidi esinoyilo ofuna ukulutshintsha, uze ucofe uYilo kwi eKhaya thebhu. Oko kubonisa igalari, apho ukhetha khona uyilo lokusebenza.
Isifundo 2:
Khetha umxholo, yongeza isiqulatho esongezelelweyo
Khetha umxholo, yongeza isiqulatho esongezelelweyo
Njengesikimu sombala weprizenteyishini yakho, umnyama osisiseko uya kusebenza.
Kodwa kwenzeka njani xa unomdla wemibala emininzi noyilo oludlamkileyo?
Yiya ngqo kwigalari ye-PowerPoint imixholo uze ulinge okukhoyo apho. Ukukhetha umxholo akukho nzima kunokuflipha iswitshi.
Usengabeka ezinye iielementi ezikwizilayidi zakho, ezinjengemifanekiso nee-caption, uze uzilungelelanise ngezandla ukuze yonke into ilungelelaniswe ngokucocekileyo.
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing.
Maecenas
Ubuhle bemixholoYonke iprizenteyishini inomxholo.
Ezinye zimabalabala nje kunezinye.
Umxholo umisela inkangeleko nemibala yezilayidi zakho kuze kukunike iprizenteyishini enenkangeleko engatshintshiyo.
Apha, ubona izihloko zezilayidi ezithathu ezinomxholo ofanayo kodwa ezisebenzisa imixholo eyahlukileyo.
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas
Lorem ipsum dolor sit ametNam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus
sollicitudin adipiscing. Maecenas
Ubuhle bemixholoYonke iprizenteyishini inomxholo.
Ezinye zimabalabala nje kunezinye.
Umxholo uquka ezi elementi, zinikezwe njengephakheji:
• Uyilo olungasemva• Isikimu sombala• Iintlobo neesayizi zeefonti• Izikhundla zezibambi-ndawo
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas
Lorem ipsum dolor sit ametNam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus
sollicitudin adipiscing. Maecenas
Ubuhle bemixholoIsikimu sombala sichaphazela imibala engasemva, imibala yeefonti,imibala yofakelo lweemilo, imibala enemida, iihayiphalinki, nee-elementi zezilayidi njengeetheyibhile neetshati.
Kwaye ukuba unezibambi-ndawo, umxholo uyaluhlonipha uyilo olukhethileyo; usuka uhlenga-hlengise nje okuncinci.
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas
Lorem ipsum dolor sit ametNam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus
sollicitudin adipiscing. Maecenas
Khetha umxholoYonke iprizenteyishini entsha iqala ngomxholo wosilelo, ekuthiwa nguMxholo we-Office.
Ukufumana nokusebenzisa enye, qalisa ngokucofa i uYilo thebhu ekwiRibhoni.
1
2
Iisampulu zeMixholo, kwimo yee-thumbnail ezincinci ozibona apha, ziya kubonakala kwi iMixholo qela.
Ukubona imixholo eyongezelelweyo, cofa i Emininzi qhosha ekunene kweqela.
Yila
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas
Yila
Khetha umxholoYonke iprizenteyishini entsha iqala ngomxholo wosilelo, ekuthiwa nguMxholo we-Office.
Ukufumana nokusebenzisa enye, qalisa ngokucofa i uYilo thebhu ekwiRibhoni.
3 Xa walatha kuyo nayiphi na i-thumbnail yomxholo, ukubona ngaphambili kwayo kuboniswe kwisilayidi.
Cofa i-thumbnail ukusebenzisa loo mxholo kuzo zonke izilayidi zakho. Usengasebenzisa umxholo kwizilayidi ozikhethileyo kuphela.
Lorem ipsum dolor sit amet
Nam pellentesque turpis eu purus sollicitudin adipiscing. Maecenas
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 1Ngoku uya kufunda iindlela ezimbini zokufakela imifanekiso nezinye izinto ezingasiyiyo iteksti kwizilayidi.
Indlela yokuqala kukucofa iayikhoni ekwisibambi-ndawo, ofumene ukrwaqu wayo kwisifundo sokuqala.
Ikliphu yeAthi
Khangela:
Khangela:
Iziphumo zimelwe kuku:
Yiya
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 1Ngoku uya kufunda iindlela ezimbini zokufakela imifanekiso nezinye izinto ezingasiyiyo iteksti kwizilayidi.
1
2
Cofa i iKliphi yeAthi ayikhoni ekwisibambi-ndawo.
I iKliphi yeAthi pheyini yethaski iyavula. Apho, tayipha igama eliphambili kwi Khangela bhokisi ephakamisa uhlobo lwekliphu oyifunayo. Uze ucofe Yiya.
Umfanekiso ubonisa indlela yokufakela isijungqu sekliphu yeathi:
Ikliphu yeAthi
Khangela:
Khangela:
Iziphumo zimelwe kuku:
Yiya
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 1Ngoku uya kufunda iindlela ezimbini zokufakela imifanekiso nezinye izinto ezingasiyiyo iteksti kwizilayidi.
Iikliphu ezilingana igama eliphambili ziyavela. Cofa enye yazo ukuyifakela kwisilayidi. Umfanekiso usayizwa kwaye ubekwa ngokuzenzekelayo ngaphakathi kwesibambi-ndawo.
Umfanekiso ubonisa indlela yokufakela isijungqu sekliphu yeathi:3
Ikliphu yeAthi
Khangela:
Khangela:
Iziphumo zimelwe kuku:
Yiya
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 2Enye indlela yokufakela izinto zesilayidi kukusebenzisa i Fakela thebhu ekwiRibhon.
Kuzo zonke izinto obungazifakela kwipheyini yesilayidi kukwafumaneka kwi Fakela thebhu, kunye nokuninzi—ukuquka imilo, iihayiphalinki, iibhokisi zeetekisi, ii-header nee-footer, kunye neekliphu zemidiya ezinjengezandi.
Fakela
ItekstiIbhokisi
Iteksti
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 2Umfanekiso ubonisa uluhlu lwezinto ezifumaneka kwi Fakela thebhu.
1
2
Iibhokisi zeteksti ziluncedo xa ufuna ukongeza iteksti naphi na kwaye udinga esinye isibambi-ndawo kuyo, njengeye-caption yomfanekiso. Kwi Fakela thebhu, cofa iBhokisi yeTekisi.Zoba ibhokisi ekwisilayidi uze utayiphe kuyo.
Into yohlobo ukufakela yibhokisi yeteksti, njengoko kubonisiwe.
Fakela
ItekstiIbhokisi
Iteksti
Fakela imifanekiso nezinto, indawo 2Yintoni indlela engcono?
Okoko unokhetho lwezinto ezimbini zokuba uzifakela njani ezinye izinto, yeyiphi ekhuthazwayo?
Iza kakhulu kule nto uyifumana iluncedo kakhulu. Inye into yokuqatshelwa yeyokuba uyifuna njani into efakelweyo ukuba ibekwe kwisilayidi.
Fakela
ItekstiIbhokisi
Iteksti
Fakela iielementi zezilayidiEmva kokufakela umfanekiso, unokufuna ukwenza izilungiso ezinjengokusayiza kwakhona, ukukhropha, okanye ukutshintsha ukuqaqamba.
Sebenzisela iZixhobo zeMifanekisooku.
1
2
Ngoko ke, khetha umfanekiso.
IZixhobo zeMifanekiso zibonakala ngaphezu kweRibhon. Sebenzisa iindlela zokhetho kwi Fomatha thebhu ukusebenza ngomfanekiso.
IZixhobo zeMifanekiso iyafumaneka xa umfanekiso ukhethiwe.
IZixhobo zeMifanekiso
Fomatha
Imilo yoMfanekiso
Umda woMfanekiso
Iziphumo zeMifanekiso
Zisa ngaPhambili
Thumela eMva
IPheyini yoKhetho
Lungelelanisa
Iqela
JikelezisaKhropha
Fakela iielementi zezilayidiKukho izixhobo zoluhlu lwezinto ongazifakela, kwiitheyibhile, iitshati, neegrafiki ze-SmartArt™ kwiibhokisi zeteksti neemilo, izandi, neevidiyo.
Khetha nje into efakelweyo ukubona ithebhu efanelekileyo kwiRibhoni.
IZixhobo zeMifanekiso
Fomatha
Imilo yoMfanekiso
Umda woMfanekiso
Iziphumo zeMifanekiso
Zisa ngaPhambili
Thumela eMva
IPheyini yoKhetho
Lungelelanisa
Iqela
JikelezisaKhropha
Fakela iielementi zezilayidiWakuba uzibekile zonke izinto ozifunayo kwisilayidi, udinga ukuzilungelelanisa ukuze zikhangeleke zilungile.
Umzekelo, kulo mfanekiso, ibhokisi yeteksti ene-caption iya kukhangeleka ngcono wakuba uyilinganisele ngokulinganayo ngomfanekiso—nokuba uyilungelelanisela ekhohlo, okanye embindini ngokuchanekileyo.
IZixhobo zeMifanekiso
Fomatha
Lungelelanisela eKhohlo
Lungelelanisela eMbindini
Lungelelanisela eKunene
Lungelelanisela Phezulu
Lungelelanisela eMbindini
Lungelelanisela Phantsi
Fakela iielementi zezilayidiUsebenzisa i Lungelelanisa miyalelo ukulungelelanisa iielementi zezilayidi.
1
2
3
ukulungelelanisa i-caption ukuze ilungelelaniselwe ekhohlo ngomfanekiso, qala ukhethe zombini izibambi-ndawo.
Kwi iZixhobo zeMifanekiso, fumana i Lungelelanisa qela kwi Fomatha thebhu.
Cofa i Lungelelanisa qhosha, futhi uze ucofe Lungelelanisela eKhohlo.
IZixhobo zeMifanekiso
Fomatha
Lungelelanisela eKhohlo
Lungelelanisela eMbindini
Lungelelanisela eKunene
Lungelelanisela Phezulu
Lungelelanisela eMbindini
Lungelelanisela Phantsi
Iziphakamiso zomsebenzi1. Khetha umxholo omtsha.
2. Fakela umfanekiso.
3. Sayiza kwakhona umfanekiso.
4. Yongeza i-caption.
5. Lungelelanisa umfanekiso ne-caption.
6. Ibhonasi: Yongeza isiphumo seanimeyishini.
Uvavanyo 2, umbuzo 1Xa usebenzisa umxholo, usoloko uchaphazela sonke isilayidi esikwiprizenteyishini. (Chonga impendulo ibe nye.)
1. Inyaniso.
2. Ubuxoki.
Uvavanyo 2, umbuzo 1: ImpenduloUbuxoki.
Ukuba ufuna umxholo usebenze kwisilayidi esinye kuphela okanye kwizilayidi ezimbalwa, khetha ezo zilayidi. Ngoko bonisa igalari yomxholo, cofa ekunene umxholo owufunayo, uze ucofe Sebenzisa kwiZilayidi ezikhethiweyo.
Uvavanyo 2, umbuzo 2Ungafakela ibhokisi yeteksti kwiayikhoni ngaphakathi kweziyilo zezilayidi ezithile. (Chonga impendulo ibe nye.)
1. Inyaniso.
2. Ubuxoki.
Uvavanyo 2, umbuzo 2: ImpenduloUbuxoki.
Ungafakela imifanekiso, iitshati, iigrafiki ze-SmartArt, iitheyibhile, neefayili zemidiya ngokusebenzisa iiayikhoni ezingaphakathi kweziyilo zeziqulatho. Ukufakela ibhokisi yeteksti, nangona kunjalo, uya kwi Fakela thebhu. Phaya, cofa iBhokisi yeTeksti, futhi uze uzobe ibhokisi kwisilayidi.
Uvavanyo 2, umbuzo 3Ufuna ukulungelelanisa i-caption ngomfanekiso kwisilayidi sakho, khon' ukuze i-caption ibekwe ngokuthe ngqo embindini ngaphantsi komfanekiso. Ngomfanekiso ne-caption ekhethiweyo, ucofa ithebhu yokuFomatha, ngaphantsi kweZixhobo zeMifanekiso ekwiRibhoni. Ngoku, uwufumana phi umyalelo oya kwenza izilungiso ozifunayo? (Chonga impendulo ibe nye.)
1. I Lungisa qela, Tshintsha uMfanekiso qhosha.
2. I Cwangcisa qela, Lungelelanisa qhosha.
3. I Cwangcisa qela, Jikelezisa qhosha.
Uvavanyo 2, umbuzo 3: ImpenduloI Cwangcisa qela, Lungelelanisa qhosha.
Eli qhosha livula imenyu equlethe imiyalelo emininzi yolungelelaniso. I Lungelelanisela eMbindini miyalelo iyile nto usemva kwayo.
Isifundo 3:
Prufa, printa, uze ulungiselele umboniso
Prufa, printa, uze ulungiselele umbonisoUkufundile okubalulekileyo ngokuyila umboniso wesilayidi.
Ngoku fan' ucinge ukuba iprizenteyishini yakho ilungile, kwaye ufuna ukulungiselela ukuyiprizenta.
Uya kudinga ukuyibona kwangaphambili, fumana igalelo kwabanye, uze ukhangele izinikezelo neenowuthsi zakho phambi kokuba uziprinte.
Emva koko ungasebenzisa uphawu lwe-PowerPoint ukuphakheja ukubeka iprezenteyishini yakho kwi-CD okanye kwikhompyutha oza kuyisebenzisela ukuprezenta.
Bona kwangaphambili kwikhompyutha yakhoNjengoko uyila umboniso, ungawubona kwangapha-mbili nangaliphi na ixesha uMboniso weSilayidi.
Lo mboniso ukunika ingcinga yokuba izilayidi ziya kubonakala njani na kwaye ziziphathe njani na xa zivelisiwe.
1
2
Ukuvula uMboniso weSilayidi, cofa i uMboniso weSilayidi thebhu, uze ucofe umyalelo okwi Qalisa uMboniso weSilayidiqela—ukuqalisa kwisilayidi sokuqala okanye isilayidi sangoku.
UMboniso weSilayidi uzalisa isikrini sekhompyutha yakho.
uMboniso weSilayidi
Esc
IvelaEkuqaleni
Ivela kwiSilayidi Sangoku
Umboniso wekhastom seSilayidi
Bona kwangaphambili kwikhompyutha yakho
3 Indlela enye yokunavigeyitha kwisilayidi nesilayidi kukusebenzisa i uMboniso weSilayidi toolbar, kwikhohlo eliphantsi lesikrini.
Ukuphuma kuMboniso weSilayidi nandawoni na, cinezela ESC. Oku kukubuyisela kumboniso owushiyileyo, ongowona mboniso uQhelekileyo.
4
uMboniso weSilayidi
Esc
IvelaEkuqaleni
Ivela kwiSilayidi Sangoku
Umboniso wekhastom seSilayidi
Njengoko uyila umboniso, ungawubona kwangapha-mbili nangaliphi na ixesha uMboniso weSilayidi.
Lo mboniso ukunika ingcinga yokuba izilayidi ziya kubonakala njani na kwaye ziziphathe njani na xa zivelisiwe.
• Cinezela F5 ukuqalisa kwisilayidi sokuqala.
• Cinezela SHIFT+F5 ukuqalisa kwisilayidi sangoku.
Bona kwangaphambili kwikhompyutha yakho Nazi ezinye iindlela zokuvula uMboniso weSilayidi:
Xa usenza oku, umboniso uqalisa kwisilayidi esikhethwe ngoku kwi iZilayidi thebhu.
• Cofa i uMboniso weSilayidi qhosha kwinxenye yasekunene ophantsi kancinci kwi-window ye-PowerPoint, ecaleni kwe Sondeza silayida.
• Cofa i uMboniso weSilayidi qhosha kwi uMbono thebhu. Umboniso uqalisa kwisilayidi sokuqala akukhathaliseki nokuba sesiphi na isilayidi esikhethiweyo ngoku.
Printa izinikezeloOlona hlobo luqheleke kakhulu lwezinikezelo ze-PowerPoint zezihlwele kuthiwa isinikezelo.
Izinikezelo zingaba nesilayidi esinye okanye ezininzi ngephepha, ukuya kwesesithoba.Umsebenzi olungileyo kukusebenzisa Printa Umboniso
ukukhetha uhlobo lwesinikezelo osifunayo, njengoko kuboniswe apha. Ngalo ndlela ungabona ukuba isinikezelo siya kukhangeleka njani na phambi kokuprintwa.
Printa Umboniso
Printa Ntoni:
Izinikezelo ...
Izilayidi...Izinikezelo (1 iSilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (2 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (3 iZilayidi ngePhepha)Izinikezelo (4 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (6 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (9 iZilayidi ngePhepha)
AmaPhepha eeNowuthsiUmboniso woShwankathelo
Printa izinikezeloUkuprinta izinikezelo, qalisa ngokucofa Printa Umboniso kwimenyu evulayo xa ucofa i iQhosha lika-Microsoft Office .
1
2
Ku Printa Umboniso, cofa utolo kwi Printa Ntoni bhoksi ukubonisa uluhlu lweentlobo zezinikezelo. Khetha uhlobo lwesinikezelo osifunayo.
Uze ulandele amanyathelo aboniswe emfanekisweni.
Printa Umboniso
Printa Ntoni:
Izinikezelo ...
Izilayidi...Izinikezelo (1 iSilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (2 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (3 iZilayidi ngePhepha)Izinikezelo (4 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (6 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (9 iZilayidi ngePhepha)
AmaPhepha eeNowuthsiUmboniso woShwankathelo
Printa izinikezelo
Xa ucofa uhlobo lwesinikezelo, uboniswa okubonwa kwangaphambili ukuba izilayidi zakho ziya kukhangelelka njani na xa ziprintwe kulo fomathi. Unganavigeyitha kuwo onke amaphepha ezinikezelo. Uhlobo lwesinikezelo ne 3 izilayidi ngephepha ndlela yokhetho nayo iquka imigca yeenowuthsi zezihlwele.
3
Xa ulungele ukuprinta, cofa Printa.
Ukuprinta izinikezelo, qalisa ngokucofa Printa Umboniso kwimenyu evulayo xa ucofa i iQhosha lika-Microsoft Office .
Printa Umboniso
Printa Ntoni:
Izinikezelo ...
Izilayidi...Izinikezelo (1 iSilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (2 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (3 iZilayidi ngePhepha)Izinikezelo (4 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (6 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (9 iZilayidi ngePhepha)
AmaPhepha eeNowuthsiUmboniso woShwankathelo
Uze ulandele amanyathelo aboniswe emfanekisweni.
Printa iinowuthsi zesithethiUprinte izinikezelo zokunika isihlwele sakho.
Ngoku printa iinowuthsi zesithethi, ongakhangela kuzo njengoko uprizenta.
Ngumsebenzi olungileyo ukujonga kwiinowuthsi zakho zesithethi phambi kokuziprinta, ukubona ukuba zikhangeleka njengoko uzilindele.
Printa Umboniso
Printa Ntoni:
Izinikezelo ...
Izilayidi...Izinikezelo (1 iSilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (2 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (3 iZilayidi ngePhepha)Izinikezelo (4 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (6 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (9 iZilayidi ngePhepha)
AmaPhepha eeNowuthsiUmboniso woShwankathelo
Printa iinowuthsi zesithethiUkuprinta iinowuthsi zesithethi, cofa i iQhosha lika-Microsoft Office, yalatha ku Printa, uze ucofe Printa Umboniso.
1
2
Khetha amaPhepha eeNowuthsi ku Printa Ntoni luhlu.
Amaphepha eenowuthsi aboniswe kwifestile yokubona kwangaphambili, ukuqala ngesilayidi sokuqala (ngaphandleni kokuba ubalula ngandlela yimbi).
Uze ulandele amanyathelo aboniswe emfanekisweni.
Printa Umboniso
Printa Ntoni:
Izinikezelo ...
Izilayidi...Izinikezelo (1 iSilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (2 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (3 iZilayidi ngePhepha)Izinikezelo (4 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (6 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (9 iZilayidi ngePhepha)
AmaPhepha eeNowuthsiUmboniso woShwankathelo
Printa iinowuthsi zesithethi
Ukuba into ayifomathwanga njengoko ujongile, okanye ukuba akukho teksti isikekileyo, yenza izilungiso eziyimfuneko nokuba kukumboniso wePhepha leeNowuthsi okanye kumboniso oQhelekileyo.
Emva kokuba ukhangele iinowuthsi zakho kwaye ukulungele ukuprinta, cofa Printa.
Ukuprinta iinowuthsi zesithethi, cofa i iQhosha lika-Microsoft Office, yalatha ku Printa, uze ucofe Printa Umboniso.
Uze ulandele amanyathelo aboniswe emfanekisweni.
Printa Umboniso
Printa Ntoni:
Izinikezelo ...
Izilayidi...Izinikezelo (1 iSilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (2 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (3 iZilayidi ngePhepha)Izinikezelo (4 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (6 iZilayidi ngePhepha)
Izinikezelo (9 iZilayidi ngePhepha)
AmaPhepha eeNowuthsiUmboniso woShwankathelo
Yongeza iteksti yefutha kwizinikezelo neenowuthsi
Printa Umboniso kwakhona kukunika ithuba lokongeza okanye lungisa ii-footer kwizinikezelo neenowuthsi zakho.
Ngosilelo, izinikezelo neenowuthsi eziprintiweyo zineenombolo zamaphepha.
Kodwa zingabonisa ezinye izinto, njengeteksti yefutha.
IiNdlela zoKhetho
i-Header ne-FooterIiNowuthsi neZinikezelo
IHeda
INombolo yePhepha
IFutha
i-Header ne-Footer ...
Printa Umboniso
Landela la manyathelo ukuba ufuna izinikezelo zakho zibonise esinye isiqulatho.
1
2
Cofa iiNdlela zoKhetho, uze ucofe i-Header ne-Footer. Ukubonisa iteksti yefutha, njengo “iDrafti” okanye “Ilihlebo,” khetha i Futha ndlela yokhetho, uze utayiphe iteksti oyifuna kwibhokisi.
Yongeza iteksti yefutha kwizinikezelo neenowuthsi
IiNdlela zoKhetho
IiNowuthsi neZinikezelo
IHeda
INombolo yePhepha
IFutha
Printa Umboniso i-Header ne-Footer
i-Header ne-Footer ...
Landela la manyathelo ukuba ufuna izinikezelo zakho zibonise esinye isiqulatho.
Ukhetho olwenza kwi iiNowuthsi neZinikezelo thebhu kwi i-Header ne-Footer bhokisi yedayalogu ukusebenzisa kwizinikezelo zakho nakumaphepha eenowuthsi zakho.
Yongeza iteksti yefutha kwizinikezelo neenowuthsi
IiNdlela zoKhetho
IiNowuthsi neZinikezelo
IHeda
INombolo yePhepha
IFutha
Printa Umboniso i-Header ne-Footer
i-Header ne-Footer ...
Iindlela zokhetho zokuprintaKuxhomekeke kuhlobo lweprinta uyisebenzisa, ungaprinta iprizenteyishini yakho ngoMbala, nge-Grayscale, okanye ngoMnyama noMhlophe Osulungekileyo.
Nantsi indlela yokukhetha indlela yokhetho lokuprinta:
1 Ngaphantsi Printa Umboniso, cofa iiNdlela zoKhetho, futhi walathe ku uMbala/i-Grayscale. Uze ukhethe kwimenyu. Izilayidi zakho ziya kubonwa kwangaphambili kwaye ziprintwe ngokhetho olusebenzisileyo.
UMbala/i-Grayscale
IiNdlela zoKhetho
UMbala
I-Grayscale
UMnyama noMhlophe Osulungekileyo
Printa Umboniso
Iindlela zokhetho zokuprintaKuxhomekeke kuhlobo lweprinta uyisebenzisa, ungaprinta iprizenteyishini yakho ngoMbala, nge-Grayscale, okanye ngoMnyama noMhlophe Osulungekileyo.
Nantsi indlela yokukhetha indlela yokhetho lokuprinta:
Umzekelo wokuqala wokubona kwangaphambili ubonisa isilayidi esiya kuprintwa ngombala.
2
3 Umzekelo wesibini wokubona kwangaphambili ubonisa isilayidi esiya kuprintwa ngo-grayscale.
UMbala/i-Grayscale
IiNdlela zoKhetho
UMbala
I-Grayscale
UMnyama noMhlophe Osulungekileyo
Printa Umboniso
Iindlela zokhetho zokuprintaKuxhomekeke kuhlobo lweprinta uyisebenzisa, ungaprinta iprizenteyishini yakho ngoMbala, nge-Grayscale, okanye ngoMnyama noMhlophe Osulungekileyo.
Nantsi indlela yokukhetha indlela yokhetho lokuprinta:
Umzekelo wesibini wokubona kwangaphambili ubonisa isilayidi esiya kuprintwa ngo-grayscale.
4
UMbala/i-Grayscale
IiNdlela zoKhetho
UMbala
I-Grayscale
UMnyama noMhlophe Osulungekileyo
Printa Umboniso
Phakheja iprizenteyishiniUphawu lwe-PowerPoint Phakheji ye-CD ludibanisa ifayili yakho yeprezenteyishini neziphi ezinye iifayili ozidingayo uze uzikopele kwifolida enye okanye ngokuthe ngqo kwi-CD.
Ukuba ukopela iifayili zakho kwifolda, ungatshisa ifolda kwi-CD kamva.
Kwakhona ungakopela iifayili kwiseva yenethiwekhi onofikelelo lwayo kwikhompyutha yakho oprizenta ngayo.
Papasha Iphakheji ye-CD
Iphakheji ye-CD
Nika igama i-CD:
Iifayili eziza kukotshwa:
Kopela kwiFolda Kopela kwi-CD
Yongeza iiFayili
IiNdlela zoKhetho...
Vala
Phakheja iprizenteyishiniUmfanekiso ubonisa ukuba uyiphakheja njani na iprizenteyishini yakho neefayili ezinxulumeneyo.
1 Cofa i iQhosha lika-Microsoft Office.
Yalatha ku Papasha, uze ucofe Phakhejela i-CD. Kwibhokisi yedayalogu evulayo, yenza ukhetho lento ofuna iqukwe kwiphakheji, uze ukope ifayili zakho okanye iifayili nokuba yifolda okanye i-CD.
2
3
Papasha Iphakheji ye-CD
Iphakheji ye-CD
Nika igama i-CD:
Iifayili eziza kukotshwa:
Kopela kwiFolda Kopela kwi-CD
Yongeza iiFayili
IiNdlela zoKhetho...
Vala
Phakheja iprizenteyishiniUmfanekiso ubonisa ukuba uyiphakheja njani na iprizenteyishini yakho neefayili ezinxulumeneyo.
Okubalulekileyo: Soloko uyigcina iprizenteyishini yakho phambi kokuyiphakheja kwifolda okanye i-CD.
Papasha Iphakheji ye-CD
Iphakheji ye-CD
Nika igama i-CD:
Iifayili eziza kukotshwa:
Kopela kwiFolda Kopela kwi-CD
Yongeza iiFayili
IiNdlela zoKhetho...
Vala
• Ukuphakheja nokukopela kwi-CD ye-PowerPoint, kufuneka ube usebenzise i-Microsoft Windows® XP okanye kamva kwikhompyutha yakho, kwaye kufuneka ube nesikopi se-CD.
• Ukuba usebenzisa i-Microsoft Windows 2000, usengasebenzisa olu phawu ukuphakheja iifayili zakho zeprizenteyishini kwifolda, uze usebenzise iprogram yomntu wesithathu ukukopela ifolda kwi-CD.
Phakheja iprizenteyishini Iimfuneko zokuphakheja kwi-CD
Iziphakamiso zomsebenzi1. Bona kwangaphambili umboniso kwikhompyutha yakho.
2. Thumela iprizenteyishini yeekhomenti.
3. Lungiselela ukuprinta izinikezelo.
4. Khetha isetingi yombala nezinikezelo eziprintiweyo.
5. Khangela iinowuthsi zakho kumboniso wePhepha leeNowuthsi.
6. Phakheja iprizenteyishini.
Uvavanyo 3, umbuzo 1Leliphi iqhosha olicinezelayo ukuya kuMboniso weSilayidi uqalise kwisilayidi sokuqala? (Chonga impendulo ibe nye.)
1. ESC.
2. F5.
3. F7.
Uvavanyo 3, umbuzo 1: ImpenduloF5.
Uze uqale ngesilayidi esikhethiweyo, uya kucinezela SHIFT+F5.
Uvavanyo 3, umbuzo 2Yeyiphi indlela yokhetho yesinikezelo ongayikhetha ukuba ufuna isinikezelo siquke imigca yeenowuthsi zesihlwele? (Chonga impendulo ibe nye.)
1. I 3 izilayidi ngephepha ndlela yokhetho.
2. I 1 isilayidi ngephepha ndlela yokhetho.
3. I amaPhepha eeNowuthsi ndlela yokhetho.
Uvavanyo 3, umbuzo 2: ImpenduloI 3 izilayidi ngephepha ndlela yokhetho.
Uvavanyo 3, umbuzo 3UkuPrinta Umboniso ujonge kumaphepha eenowuthsi zakho, kwaye ufumanisa ukuba okunye ukufomathwa kweteksti yeenowuthsi akusiyiyo into obuyifuna. Ungaqhubeka ulungise oku kuPrinta Umboniso. (Chonga impendulo ibe nye.)
1. Inyaniso.
2. Ubuxoki.
Uvavanyo 3, umbuzo 3: ImpenduloUbuxoki.
Udinga ukuvala uPrinta Umboniso uze uvule umboniso amaPhepha eeNowuthsi ukulungisa ukufomathwa.